Inxaniwe – Joyous Celebration

on

Njengebhadi libhadula,
Ukufun’umthombo
Iyafuna njalo Thixo
Intliziyo yami

Inxaniwe intliziyo
Inxanelw’uThixo
Ewe lowo waziwayo
Ungophilileyo

Kungani na mphefumlo wam
Ukhathazekile?
Bek’ithemba lakho kuYe
Uthuthuzeleke

Top